1 Samuweli 7:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 USamuweli waba yijaji kwaSirayeli ubomi bakhe bonke.+ 1 Samuweli 7:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Kodwa wayephinda abuyele eRama,+ kuba indlu yakhe yayilapho, yaye waba yijaji yamaSirayeli nalapho. Wakhela uYehova isibingelelo apho.+
17 Kodwa wayephinda abuyele eRama,+ kuba indlu yakhe yayilapho, yaye waba yijaji yamaSirayeli nalapho. Wakhela uYehova isibingelelo apho.+