1 Samuweli 7:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kodwa wayebuyela eRama,+ ngenxa yokuba indlu yakhe yayilapho, yaye waba ngumgwebi phezu koSirayeli apho. Kwaye wakhela uYehova isibingelelo apho.+ 1 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 7:17 IMboniselo,3/15/2005, iphe. 22
17 Kodwa wayebuyela eRama,+ ngenxa yokuba indlu yakhe yayilapho, yaye waba ngumgwebi phezu koSirayeli apho. Kwaye wakhela uYehova isibingelelo apho.+