23 Uthe uAhitofele akubona ukuba icebiso lakhe alithathwanga, wafaka isali edonkini, waya endlini yakhe kwidolophu yakowabo.+ Emva kokunika indlu yakhe imiyalelo,+ wazixhoma.+ Ngoko ke wafa waza wangcwatyelwa kwindawo yokungcwaba yootatomkhulu bakhe.