Numeri 16:46 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 46 Emva koko uMoses wathi kuAron: “Thatha isitya somlilo, ufake kuso umlilo owuthathe esibingelelweni,+ ufake nesiqhumiso esiqholiweyo, ukhawuleze uye ebandleni, ulihlawulele kuThixo+ kuba le nto imcaphukisile uYehova. Siqalile isibetho!” 1 Kronike 27:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 UYowabhi unyana kaTseruya waqalisa ukubala, kodwa akazange agqibe, yaye uThixo waba nomsindo kuSirayeli ngenxa yale nto,+ ibe elo nani alizange lifakwe kwingxelo yembali yemihla kaKumkani uDavide.
46 Emva koko uMoses wathi kuAron: “Thatha isitya somlilo, ufake kuso umlilo owuthathe esibingelelweni,+ ufake nesiqhumiso esiqholiweyo, ukhawuleze uye ebandleni, ulihlawulele kuThixo+ kuba le nto imcaphukisile uYehova. Siqalile isibetho!”
24 UYowabhi unyana kaTseruya waqalisa ukubala, kodwa akazange agqibe, yaye uThixo waba nomsindo kuSirayeli ngenxa yale nto,+ ibe elo nani alizange lifakwe kwingxelo yembali yemihla kaKumkani uDavide.