INdumiso 34:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ingelosi kaYehova ikhusela abo bamoyikayo,+Ize ibasindise.+ Hebhere 1:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Kwakhona uthi ngeengelosi: “Iingelosi zakhe uzenza zibe ngumoya, nabasebenzi bakhe+ babe lidangatye lomlilo.”+ Hebhere 1:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Azingabo na zonke oomoya abenza inkonzo engcwele,+ ezithunywayo ukuba ziyokusebenzela abo baza kusindiswa?
7 Kwakhona uthi ngeengelosi: “Iingelosi zakhe uzenza zibe ngumoya, nabasebenzi bakhe+ babe lidangatye lomlilo.”+
14 Azingabo na zonke oomoya abenza inkonzo engcwele,+ ezithunywayo ukuba ziyokusebenzela abo baza kusindiswa?