2 Kumkani 20:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 “Buyela kuHezekiya inkokheli yabantu bam uze uthi kuye, ‘Uthi uYehova uThixo kaDavide ukhokho wakho: “Ndiwuvile umthandazo wakho. Ndizibonile iinyembezi zakho.+ Ngoko ndiza kukuphilisa.+ Ngosuku lwesithathu uza kunyuka uye endlini kaYehova.+ 2 Kumkani 20:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 UIsaya wathi: “Nantsi into evela kuYehova eza kukuqinisekisa ukuba uYehova uza kuyenza into ayithethileyo: Ngaba ufuna isithunzi esisezitepsini* siye phambili izitepsi ezilishumi okanye sibuye umva izitepsi ezilishumi?”+ 2 Kronike 32:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Kodwa ke, xa kwathunyelwa abathetheli beenkokheli zaseBhabhiloni bayokumbuza ngommangaliso+ owawenzeke kwelo lizwe,+ uThixo wokwenene wamshiya ukuze amvavanye,+ akwazi konke okusentliziyweni yakhe.+ Isaya 38:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ndiza kwenza ithunzi lelanga elehla kwizitepsi* zika-Ahazi libuye umva izitepsi ezilishumi.”’”+ Ngoko ke ilanga labuya umva izitepsi ezilishumi elalisele lizehlile.
5 “Buyela kuHezekiya inkokheli yabantu bam uze uthi kuye, ‘Uthi uYehova uThixo kaDavide ukhokho wakho: “Ndiwuvile umthandazo wakho. Ndizibonile iinyembezi zakho.+ Ngoko ndiza kukuphilisa.+ Ngosuku lwesithathu uza kunyuka uye endlini kaYehova.+
9 UIsaya wathi: “Nantsi into evela kuYehova eza kukuqinisekisa ukuba uYehova uza kuyenza into ayithethileyo: Ngaba ufuna isithunzi esisezitepsini* siye phambili izitepsi ezilishumi okanye sibuye umva izitepsi ezilishumi?”+
31 Kodwa ke, xa kwathunyelwa abathetheli beenkokheli zaseBhabhiloni bayokumbuza ngommangaliso+ owawenzeke kwelo lizwe,+ uThixo wokwenene wamshiya ukuze amvavanye,+ akwazi konke okusentliziyweni yakhe.+
8 Ndiza kwenza ithunzi lelanga elehla kwizitepsi* zika-Ahazi libuye umva izitepsi ezilishumi.”’”+ Ngoko ke ilanga labuya umva izitepsi ezilishumi elalisele lizehlile.