-
2 Kumkani 19:14, 15IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
14 UHezekiya wazithatha iileta ezandleni zabathunywa, wazifunda. Emva koko wenyuka waya endlini kaYehova waza wazitwabulula* phambi koYehova.+ 15 UHezekiya wathandaza kuYehova+ esithi: “Owu Yehova Thixo kaSirayeli, ohleli etroneni entla* kweekherubhi,+ nguwe wedwa uThixo wokwenene kuzo zonke izizwe zomhlaba.+ Wenze amazulu nomhlaba.
-
-
2 Kronike 14:11IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
11 Emva koko uAsa wathandaza kuYehova uThixo wakhe+ wathi: “Owu Yehova, ayithethi nto kuwe into yokuba baninzi okanye abanamandla abo ubancedayo.+ Sincede, Yehova Thixo wethu, kuba sithembele* ngawe,+ ibe sizokulwa nale nginginya egameni lakho.+ Owu Yehova, unguThixo wethu. Sukuvumela umntu ofayo akoyise.”+
-