INdumiso 104:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 Ziyaphazamiseka xa ubufihla ubuso bakho. Ziyafa xa ususa umoya wazo, zibuyele eluthulini.+ INtshumayeli 12:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ngoko uthuli lubuyela emhlabeni,+ apho lwaluvela khona, nomoya ubuyele* kuThixo wokwenene, njengoko wawuvela kuye.+ Isaya 42:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Uthi uThixo wokwenene uYehova,UMdali wamazulu oZukileyo, nalowo uwanekayo,+Lowo wolula umhlaba nemveliso yawo,+Lowo unika abantu abakuwo impefumlo,+Nobanika umoya abo bahamba kuwo:+ IZenzo 17:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 akahoywa ngabantu ngokungathi kukho into ayidingayo,+ kuba nguye onika bonke abantu ubomi, umoya abawuphefumlayo+ nazo zonke izinto.
7 Ngoko uthuli lubuyela emhlabeni,+ apho lwaluvela khona, nomoya ubuyele* kuThixo wokwenene, njengoko wawuvela kuye.+
5 Uthi uThixo wokwenene uYehova,UMdali wamazulu oZukileyo, nalowo uwanekayo,+Lowo wolula umhlaba nemveliso yawo,+Lowo unika abantu abakuwo impefumlo,+Nobanika umoya abo bahamba kuwo:+
25 akahoywa ngabantu ngokungathi kukho into ayidingayo,+ kuba nguye onika bonke abantu ubomi, umoya abawuphefumlayo+ nazo zonke izinto.