IMizekeliso 24:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ukuba uthi, “Kodwa besingazi ngale nto,” Akayiboni na loo nto Lowo uhlolisisa iintliziyo?*+ Kaloku, Lowo ukujongileyo uza kwaziAze abuyekeze mntu ngamnye ngezenzo zakhe.+ Hebhere 4:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Akukho sidalwa sifihlakeleyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye ziyabonakala emehlweni alowo simele siphendule kuye.+
12 Ukuba uthi, “Kodwa besingazi ngale nto,” Akayiboni na loo nto Lowo uhlolisisa iintliziyo?*+ Kaloku, Lowo ukujongileyo uza kwaziAze abuyekeze mntu ngamnye ngezenzo zakhe.+
13 Akukho sidalwa sifihlakeleyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye ziyabonakala emehlweni alowo simele siphendule kuye.+