INdumiso 62:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Owu Yehova, nothando olungagungqiyo lolwakho,+Kuba ubuyekeza ngamnye ngokwezenzo zakhe.+ Mateyu 16:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Kaloku uNyana womntu uza kuza ekuzuko lukaTata wakhe, ekunye neengelosi zakhe, avuze mntu ngamnye ngokwezenzo zakhe.+ Roma 2:5, 6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Kodwa ngenxa yokuba unenkani nentliziyo elukhuni, uya ubangela uThixo abe nomsindo. UThixo uza kuwubonakalisa umsindo wakhe ngemini agweba ngayo ngobulungisa.+ 6 Yaye uza kubuyekeza ngamnye ngokwemisebenzi yakhe:+
27 Kaloku uNyana womntu uza kuza ekuzuko lukaTata wakhe, ekunye neengelosi zakhe, avuze mntu ngamnye ngokwezenzo zakhe.+
5 Kodwa ngenxa yokuba unenkani nentliziyo elukhuni, uya ubangela uThixo abe nomsindo. UThixo uza kuwubonakalisa umsindo wakhe ngemini agweba ngayo ngobulungisa.+ 6 Yaye uza kubuyekeza ngamnye ngokwemisebenzi yakhe:+