14 Ngoko nangoko uDavide wathi kuzo zonke izicaka zakhe ezazikunye naye eYerusalem: “Phakamani, masibalekeni,+ akukho nomnye kuthi oza kusinda ku-Abhisalom! Khawulezisani, kuba usenokusifumana ngokukhawuleza aze asizisele intlekele, asixabele ngekrele isixeko!”+