2 Kronike 20:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 wathi: “Owu Yehova Thixo wookhokho bethu, awungoThixo na emazulwini,+ yaye ayinguwe na olawula zonke izizwe* zeentlanga?+ Esandleni sakho kukho amandla nokomelela, yaye akakho umntu onokumelana nawe.+ Isaya 66:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 66 Uthi uYehova: “Amazulu ayitrone yam, umhlaba sisitulo seenyawo zam.+ Yindlu enjani ke le ningandakhela yona nina?+ Yindawo enjani le ndinokuphumla kuyo?”+
6 wathi: “Owu Yehova Thixo wookhokho bethu, awungoThixo na emazulwini,+ yaye ayinguwe na olawula zonke izizwe* zeentlanga?+ Esandleni sakho kukho amandla nokomelela, yaye akakho umntu onokumelana nawe.+
66 Uthi uYehova: “Amazulu ayitrone yam, umhlaba sisitulo seenyawo zam.+ Yindlu enjani ke le ningandakhela yona nina?+ Yindawo enjani le ndinokuphumla kuyo?”+