1 Kronike 21:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Ngoko uDavide wathi kuGadi: “Le nto indihlupha kakhulu. Ndicela ukuwela esandleni sikaYehova, kuba unenceba kakhulu,+ kodwa sukundiyeka ndiwele esandleni somntu.”+ INdumiso 86:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Kodwa wena Yehova, unguThixo onenceba nobavelayo abantu,*Ocaphuka kade, ophuphuma luthando olungagungqiyo nokuthembeka.*+ Isaya 55:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Umntu ongalunganga makashiye indlela yakhe,+Nomenzi-bubi makazishiye iingcinga zakhe;Makabuyele kuYehova, oza kumenzela inceba,+KuThixo wethu, kuba uza kumxolela kakhulu.*+ 2 Korinte 1:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Makadunyiswe uThixo onguTata weNkosi yethu uYesu Kristu,+ uTata onenceba+ noThixo wayo yonke intuthuzelo,+ Yakobi 5:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Kaloku bonwabile* abo baye banyamezela.+ Neva ngendlela uYobhi awanyamezela ngayo,+ nayibona nendlela uYehova* awamsikelela ngayo,+ nendlela uYehova* anovelwano* nenceba ngayo.+
13 Ngoko uDavide wathi kuGadi: “Le nto indihlupha kakhulu. Ndicela ukuwela esandleni sikaYehova, kuba unenceba kakhulu,+ kodwa sukundiyeka ndiwele esandleni somntu.”+
15 Kodwa wena Yehova, unguThixo onenceba nobavelayo abantu,*Ocaphuka kade, ophuphuma luthando olungagungqiyo nokuthembeka.*+
7 Umntu ongalunganga makashiye indlela yakhe,+Nomenzi-bubi makazishiye iingcinga zakhe;Makabuyele kuYehova, oza kumenzela inceba,+KuThixo wethu, kuba uza kumxolela kakhulu.*+
3 Makadunyiswe uThixo onguTata weNkosi yethu uYesu Kristu,+ uTata onenceba+ noThixo wayo yonke intuthuzelo,+
11 Kaloku bonwabile* abo baye banyamezela.+ Neva ngendlela uYobhi awanyamezela ngayo,+ nayibona nendlela uYehova* awamsikelela ngayo,+ nendlela uYehova* anovelwano* nenceba ngayo.+