1 Kronike 21:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngoko wathi uDavide kuGadi: “Kundibandezela kakhulu oku. Mandiwele esandleni sikaYehova,+ kuba zininzi kakhulu iinceba zakhe;+ kodwa mandingaweli esandleni somntu.”+
13 Ngoko wathi uDavide kuGadi: “Kundibandezela kakhulu oku. Mandiwele esandleni sikaYehova,+ kuba zininzi kakhulu iinceba zakhe;+ kodwa mandingaweli esandleni somntu.”+