18 Ngoko uAbhigali+ wakhawuleza wathatha izonka eziyi-200, iingqayi ezimbini ezinkulu zewayini, iigusha ezintlanu ezilungisiweyo, imilinganiselo emihlanu yeseha yeenkozo ezigcadiweyo, nezonka zerasintyisi eziyi-100, nezonka zamafiya eziyi-200, wazikhwelisa kwiidonki.+