-
1 Kumkani 3:11, 12IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
11 Wathi kuye: “Kuba ucele le nto, ungazicelelanga ubomi obude* okanye ubutyebi okanye ukufa kweentshaba* zakho, kodwa ucele ukuqonda ukuze ukwazi ukuchophela amatyala,+ 12 ndiza kuyenza le nto uyicelileyo.+ Ndiza kukunika intliziyo elumkileyo neqondayo,+ ukuze kungabikho mntu wakha wanjengawe noya kuze abe njengawe.+
-
-
2 Timoti 2:7IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
7 Hlala ucinga ngezi zinto ndizithethayo; iNkosi iza kukunceda uqonde yonke into.
-