INdumiso 62:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Owu Yehova, nothando olungagungqiyo lolwakho,+Kuba ubuyekeza ngamnye ngokwezenzo zakhe.+ IMizekeliso 24:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ukuba uthi, “Kodwa besingazi ngale nto,” Akayiboni na loo nto Lowo uhlolisisa iintliziyo?*+ Kaloku, Lowo ukujongileyo uza kwaziAze abuyekeze mntu ngamnye ngezenzo zakhe.+ Luka 9:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Kaloku nabani na oneentloni ngam nangamazwi am, noNyana womntu uza kuba neentloni ngaye xa efika ekuzuko lwakhe, olukaTata nolweengelosi ezingcwele.+ Roma 2:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Yaye uza kubuyekeza ngamnye ngokwemisebenzi yakhe:+ 1 Petros 1:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Ukuba nicela nantoni na kuTata, ogweba mntu ngamnye ngokwezenzo zakhe, engakhethi buso,+ ziphatheni njengabantu aboyika uThixo+ ngoxa nisekweli hlabathi.
12 Ukuba uthi, “Kodwa besingazi ngale nto,” Akayiboni na loo nto Lowo uhlolisisa iintliziyo?*+ Kaloku, Lowo ukujongileyo uza kwaziAze abuyekeze mntu ngamnye ngezenzo zakhe.+
26 Kaloku nabani na oneentloni ngam nangamazwi am, noNyana womntu uza kuba neentloni ngaye xa efika ekuzuko lwakhe, olukaTata nolweengelosi ezingcwele.+
17 Ukuba nicela nantoni na kuTata, ogweba mntu ngamnye ngokwezenzo zakhe, engakhethi buso,+ ziphatheni njengabantu aboyika uThixo+ ngoxa nisekweli hlabathi.