INtshumayeli 1:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Kumnceda ngantoni umntu ukusebenza nzimaEbila esoma phantsi kwelanga?+ INtshumayeli 2:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Ngoko ndaye ndabucaphukela ubomi,+ kuba yonke into eyenziwa phantsi kwelanga yayindikhathaza, kuba yonke into yayililize+ nokuleqana nomoya.+
17 Ngoko ndaye ndabucaphukela ubomi,+ kuba yonke into eyenziwa phantsi kwelanga yayindikhathaza, kuba yonke into yayililize+ nokuleqana nomoya.+