Duteronomi 27:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 “‘Uqalekisiwe umntu owenza umfanekiso oqingqiweyo+ okanye umfanekiso wesinyithi,+ into eyenyanyekayo kuYehova,+ engumsebenzi wezandla zomntu olichule,* aze ayifihle.’ (Yaye bonke abantu baza kuphendula bathi, ‘Amen!’)*
15 “‘Uqalekisiwe umntu owenza umfanekiso oqingqiweyo+ okanye umfanekiso wesinyithi,+ into eyenyanyekayo kuYehova,+ engumsebenzi wezandla zomntu olichule,* aze ayifihle.’ (Yaye bonke abantu baza kuphendula bathi, ‘Amen!’)*