Isaya 55:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Umntu ongalunganga makashiye indlela yakhe,+Nomenzi-bubi makazishiye iingcinga zakhe;Makabuyele kuYehova, oza kumenzela inceba,+KuThixo wethu, kuba uza kumxolela kakhulu.*+ Yoweli 2:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 “Kodwa nangoku,” utsho uYehova, “buyelani kum ngeentliziyo zenu zonke,+Ngokuzila ukutya,+ ngokulila nangokwenza isijwili.
7 Umntu ongalunganga makashiye indlela yakhe,+Nomenzi-bubi makazishiye iingcinga zakhe;Makabuyele kuYehova, oza kumenzela inceba,+KuThixo wethu, kuba uza kumxolela kakhulu.*+
12 “Kodwa nangoku,” utsho uYehova, “buyelani kum ngeentliziyo zenu zonke,+Ngokuzila ukutya,+ ngokulila nangokwenza isijwili.