Isaya 60:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Soze kuphinde kuviwe ngobundlobongela elizweni lakho,Kungasoze kuphinde kuviwe ngokonakaliswa nokutshatyalaliswa.+ Kwaye iindonga zakho uza kuzibiza ngokuthi luSindiso+ neegeyithi zakho uthi yiNdumiso. Isaya 65:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Abazukwakha kuhlale abanye,Bengazukutyala izinto eziza kutyiwa ngabanye. Kuba imihla yabantu bam iza kuba njengeyomthi,+Abantu bam abakhethiweyo baxhamle ngokupheleleyo kwimisebenzi abayenze ngezandla zabo. Yeremiya 23:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ngemihla yakhe, uYuda uza kusindiswa,+ noSirayeli uza kukhuseleka.+ Yaye uza kubizwa ngegama elithi: UYehova UbuBulungisa Bethu.”+ Hezekile 34:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 “‘“Ndiza kwenza isivumelwano soxolo kunye nazo,+ yaye ndiza kuwasusa elizweni amarhamncwa enzakalisayo,+ ukuze zihlale zikhuselekile entlango zize zilale emahlathini.+ Hoseya 2:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Ngaloo mini ndiza kwenza isivumelwano nezilwanyana zasendle,+Neentaka zezulu nezilwanyana ezirhubuluzayo zomhlaba;+Ndiza kususa elizweni isaphetha, ikrele nemfazwe,+Yaye ndiza kubakhusela.+
18 Soze kuphinde kuviwe ngobundlobongela elizweni lakho,Kungasoze kuphinde kuviwe ngokonakaliswa nokutshatyalaliswa.+ Kwaye iindonga zakho uza kuzibiza ngokuthi luSindiso+ neegeyithi zakho uthi yiNdumiso.
22 Abazukwakha kuhlale abanye,Bengazukutyala izinto eziza kutyiwa ngabanye. Kuba imihla yabantu bam iza kuba njengeyomthi,+Abantu bam abakhethiweyo baxhamle ngokupheleleyo kwimisebenzi abayenze ngezandla zabo.
6 Ngemihla yakhe, uYuda uza kusindiswa,+ noSirayeli uza kukhuseleka.+ Yaye uza kubizwa ngegama elithi: UYehova UbuBulungisa Bethu.”+
25 “‘“Ndiza kwenza isivumelwano soxolo kunye nazo,+ yaye ndiza kuwasusa elizweni amarhamncwa enzakalisayo,+ ukuze zihlale zikhuselekile entlango zize zilale emahlathini.+
18 Ngaloo mini ndiza kwenza isivumelwano nezilwanyana zasendle,+Neentaka zezulu nezilwanyana ezirhubuluzayo zomhlaba;+Ndiza kususa elizweni isaphetha, ikrele nemfazwe,+Yaye ndiza kubakhusela.+