-
Isaya 11:6-9IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
6 Ingcuka iza kukhe ihlale netakane legusha,+
Ihlosi libuthe netakane lebhokhwe,
Kubuthe ndawonye ithole lenkomo nengonyama,* nesilwanyana esondlekileyo, zonke zihlale kunye;*+
Zikhokelwe yinkwenkwana.
7 Imazi yenkomo nebhere ziza kutya kunye,
Amathole azo alale kunye.
Ingonyama iza kudla iindiza njengenkunzi yenkomo.+
8 Usana luza kudlala emngxunyeni wephimpi,
Nomntwana olunyulweyo abeke isandla sakhe emngxunyeni wenyoka enobuhlungu.
-
-
Isaya 35:9IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
9 Soze ubone nengonyama apho,
Kungazi nasilwanyana sikhohlakeleyo apho.
-