Yeremiya 48:40 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 40 “Kuba uthi uYehova, ‘Jonga! Kanye njengokhozi oluxhwila ixhoba,+Uza kwaneka amaphiko akhe phezu koMowabhi.+ Yeremiya 49:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 “Kuba ndifunge ngam,” utsho uYehova, “ukuba iBhotsera iza kuba yinto eyoyikekayo, into yokuhlekisa,+ indawo etshatyalalisiweyo nento eqalekisiweyo; nazo zonke izixeko zayo ziza kutshatyalaliswa zingaphinde zibekho.”+
40 “Kuba uthi uYehova, ‘Jonga! Kanye njengokhozi oluxhwila ixhoba,+Uza kwaneka amaphiko akhe phezu koMowabhi.+
13 “Kuba ndifunge ngam,” utsho uYehova, “ukuba iBhotsera iza kuba yinto eyoyikekayo, into yokuhlekisa,+ indawo etshatyalalisiweyo nento eqalekisiweyo; nazo zonke izixeko zayo ziza kutshatyalaliswa zingaphinde zibekho.”+