Isaya 21:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Jonga ukuba kuza ntoni: Amadoda ahamba ngenqwelo yokulwa nesipani samahashe!”+ Waza wathetha wathi: “Iwile! IBhabhiloni iwile!+ Yonke imifanekiso eqingqiweyo yoothixo bayo uyiphahlaze emhlabeni!”+ Isaya 47:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kodwa ezi zinto zimbini ziza kukufikela ngequbuliso, ngamini-nye:+ Ukuzibona sowungenabantwana yaye ungumhlolokazi. Ezi zinto ziza kukufikela ngokupheleleyo+Ngenxa yokuba* uthakatha kakhulu nangenxa yamandla oomabophe bakho.+ ISityhilelo 14:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Kwalandela ingelosi yesibini yathi: “Iwile! IBhabhiloni Enkulu+ iwile,+ le yaselisa zonke iintlanga iwayini engumnqweno wayo wokuziphatha kakubi ngesondo!”*+
9 Jonga ukuba kuza ntoni: Amadoda ahamba ngenqwelo yokulwa nesipani samahashe!”+ Waza wathetha wathi: “Iwile! IBhabhiloni iwile!+ Yonke imifanekiso eqingqiweyo yoothixo bayo uyiphahlaze emhlabeni!”+
9 Kodwa ezi zinto zimbini ziza kukufikela ngequbuliso, ngamini-nye:+ Ukuzibona sowungenabantwana yaye ungumhlolokazi. Ezi zinto ziza kukufikela ngokupheleleyo+Ngenxa yokuba* uthakatha kakhulu nangenxa yamandla oomabophe bakho.+
8 Kwalandela ingelosi yesibini yathi: “Iwile! IBhabhiloni Enkulu+ iwile,+ le yaselisa zonke iintlanga iwayini engumnqweno wayo wokuziphatha kakubi ngesondo!”*+