-
Duteronomi 31:16, 17IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
16 UYehova wathi kuMoses: “Jonga! Wena sele uza kufa, ibe aba bantu baza kuzenza abafazi abathengisa ngemizimba koothixo basemzini ababangqongileyo kwilizwe abaya kulo.+ Baza kundilahla+ baze basaphule isivumelwano endisenze nabo.+ 17 Ngelo xesha ndiza kuba nomsindo kubo,+ ndibalahle+ ndize ndibufihle ubuso bam kubo+ bade batshatyalaliswe. Emva kokuba behlelwe ziintlekele ezininzi nazizinto ezibuhlungu,+ baza kuthi, ‘Akungebi bethu uThixo wethu akekho phakathi kwethu le nto sifikelwe zezi ntlekele?’+
-