Levitikus 26:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Ndiza kuphindisa ngekrele ngenxa yokwaphula kwenu isivumelwano.+ Ukuba nibalekela ezixekweni zenu, ndiza kuthumela izifo kuni,+ yaye niza kunikelwa esandleni sotshaba.+ Isaya 5:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Uphakamisele uhlanga olukhulu nolukude isilumkiso.*+Ubabethele umlozi abo baseziphelweni zomhlaba,+Yaye jonga! beza bekhawulezile.+ Yeremiya 1:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 ‘Kuba ndibiza zonke iintsapho zezizwe zasemntla,’ utsho uYehova,+‘Ibe ziza kuza; ngasinye sazo siza kubeka itrone yasoEzigeyithini zaseYerusalem,+Zihlasele zonke iindonga zayo, macala onkeNazo zonke izixeko zakwaYuda.+
25 Ndiza kuphindisa ngekrele ngenxa yokwaphula kwenu isivumelwano.+ Ukuba nibalekela ezixekweni zenu, ndiza kuthumela izifo kuni,+ yaye niza kunikelwa esandleni sotshaba.+
26 Uphakamisele uhlanga olukhulu nolukude isilumkiso.*+Ubabethele umlozi abo baseziphelweni zomhlaba,+Yaye jonga! beza bekhawulezile.+
15 ‘Kuba ndibiza zonke iintsapho zezizwe zasemntla,’ utsho uYehova,+‘Ibe ziza kuza; ngasinye sazo siza kubeka itrone yasoEzigeyithini zaseYerusalem,+Zihlasele zonke iindonga zayo, macala onkeNazo zonke izixeko zakwaYuda.+