Levitikus 26:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Ndiza kuthumela izilwanyana zasendle kuni,+ yaye ziza koxutha abantwana benu,+ ziqwenge nezilwanyana zenu zasekhaya zize zinciphise inani lenu, neendlela zenu zingahanjwa mntu.+ Duteronomi 32:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Baza kutyhafa ngenxa yendlala+Baze bagqitywe kukutshisa komzimba nayintshabalalo ekrakra.+ Ndiza kubathumela ngezilwanyana zasendle eziqwengayo+Nangeenyoka* ezinetyhefu ezirhubuluza emhlabeni. Hezekile 14:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 “Kuba ithi iNkosi enguMongami uYehova, ‘Kuza kuba njalo ke xa ndithumela izohlwayo zam ezine,*+ ikrele, indlala, isilwanyana sasendle esikhohlakeleyo nesifo esingubhubhani,+ phezu kweYerusalem ukuze ndinqumle umntu nesilwanyana kuyo.+ Hezekile 33:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 “Uze uthi kubo, ‘Ithi iNkosi enguMongami uYehova: “Ndiphila nje, abo bahlala kwiindawo ezingamabhodlo baza kuwa ngekrele; abo basesigangeni ndiza kubenza babe kukutya kwamarhamncwa; nabo bakwiindawo ezikhuselekileyo nasemiqolombeni baza kubulawa sisifo.+
22 Ndiza kuthumela izilwanyana zasendle kuni,+ yaye ziza koxutha abantwana benu,+ ziqwenge nezilwanyana zenu zasekhaya zize zinciphise inani lenu, neendlela zenu zingahanjwa mntu.+
24 Baza kutyhafa ngenxa yendlala+Baze bagqitywe kukutshisa komzimba nayintshabalalo ekrakra.+ Ndiza kubathumela ngezilwanyana zasendle eziqwengayo+Nangeenyoka* ezinetyhefu ezirhubuluza emhlabeni.
21 “Kuba ithi iNkosi enguMongami uYehova, ‘Kuza kuba njalo ke xa ndithumela izohlwayo zam ezine,*+ ikrele, indlala, isilwanyana sasendle esikhohlakeleyo nesifo esingubhubhani,+ phezu kweYerusalem ukuze ndinqumle umntu nesilwanyana kuyo.+
27 “Uze uthi kubo, ‘Ithi iNkosi enguMongami uYehova: “Ndiphila nje, abo bahlala kwiindawo ezingamabhodlo baza kuwa ngekrele; abo basesigangeni ndiza kubenza babe kukutya kwamarhamncwa; nabo bakwiindawo ezikhuselekileyo nasemiqolombeni baza kubulawa sisifo.+