-
Hezekile 7:15-17IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
15 Ngaphandle likrele,+ ngaphakathi sisifo esingubhubhani nendlala. Nabani na osemasimini, uza kufa ngekrele, yaye abo basesixekweni, baza kuqwengwa yindlala nasisifo esingubhubhani.+ 16 Abasindileyo nabaye baqhwesha baza kuya ezintabeni, ibe njengamahobe asezintlanjeni, ngamnye uza kuncwina ngenxa yesiphoso sakhe.+ 17 Zonke izandla zabo ziza kuwa, namadolo aza kuthontsiza amanzi.*+
-