Duteronomi 28:64 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 64 “UYehova uza kunisasaza phakathi kwezizwana, nisuke kwesinye isiphelo somhlaba niye kwesinye,+ yaye apho niza kunyanzeleka ukuba nikhonze oothixo abenziwe ngomthi nangamatye, oothixo eningabaziyo nina nookhokho benu.+ Amosi 9:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 ‘Jonga! Ndikhupha umyalelo,Ndiza kuyihlukuhla indlu kaSirayeli phakathi kwazo zonke iintlanga,+Kanye njengokuba umntu ehlukuhla isihluzo,Kuze kungabikho hlalutye luwela emhlabeni.
64 “UYehova uza kunisasaza phakathi kwezizwana, nisuke kwesinye isiphelo somhlaba niye kwesinye,+ yaye apho niza kunyanzeleka ukuba nikhonze oothixo abenziwe ngomthi nangamatye, oothixo eningabaziyo nina nookhokho benu.+
9 ‘Jonga! Ndikhupha umyalelo,Ndiza kuyihlukuhla indlu kaSirayeli phakathi kwazo zonke iintlanga,+Kanye njengokuba umntu ehlukuhla isihluzo,Kuze kungabikho hlalutye luwela emhlabeni.