31 “Emva koko uYehova wathi kum, ‘Jonga, sendimnikele kuwe uSihon nelizwe lakhe,+ lithimbe.’ 32 Wathi akuphuma uSihon nabo bonke abantu bakhe, eze kulwa nathi eYahatsa,+ 33 uYehova uThixo wethu wamnikela kuthi, samoyisa yena noonyana bakhe nabo bonke abantu bakhe.