Levitikus 26:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Xa ndisenza singafumaneki kuni isonka,*+ abafazi abalishumi baza kusibhaka isonka senu eontini enye baze basabe eso sonka,+ yaye niza kutya kodwa ninganeli.+ Hezekile 4:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Emva koko wathi: “Nyana womntu, ndiza kukuphelisa ukutya kwakho eYerusalem,+ yaye baza kusitya ngomlinganiselo benexhala isonka sabo,+ namanzi abo baza kuwasela ngomlinganiselo besoyika.+ Hoseya 4:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Baza kutya, kodwa banganeli.+ Baza kuziphatha kakubi ngendlela eyothusayo,* kodwa abazukwanda,+Kuba abamboneli ntweni uYehova.
26 Xa ndisenza singafumaneki kuni isonka,*+ abafazi abalishumi baza kusibhaka isonka senu eontini enye baze basabe eso sonka,+ yaye niza kutya kodwa ninganeli.+
16 Emva koko wathi: “Nyana womntu, ndiza kukuphelisa ukutya kwakho eYerusalem,+ yaye baza kusitya ngomlinganiselo benexhala isonka sabo,+ namanzi abo baza kuwasela ngomlinganiselo besoyika.+
10 Baza kutya, kodwa banganeli.+ Baza kuziphatha kakubi ngendlela eyothusayo,* kodwa abazukwanda,+Kuba abamboneli ntweni uYehova.