Zekariya 8:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 “Uthi uYehova wemikhosi, ‘Ngaloo mihla amadoda alishumi azo zonke iilwimi zeentlanga+ aza kusibamba, asibambe nkqi isambatho* somYuda,* esithi: “Sifuna ukuhamba nani,+ kuba sivile ukuba uThixo unani.”’”+
23 “Uthi uYehova wemikhosi, ‘Ngaloo mihla amadoda alishumi azo zonke iilwimi zeentlanga+ aza kusibamba, asibambe nkqi isambatho* somYuda,* esithi: “Sifuna ukuhamba nani,+ kuba sivile ukuba uThixo unani.”’”+