Zekariya 8:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Ngezo mini ke amadoda alishumi aphuma kuzo zonke iilwimi zeentlanga+ aya kubamba,+ ewe, okunene aya kubamba isondo lendoda engumYuda,+ esithi: “Siza kuhamba nani,+ kuba sivile ukuba uThixo unani.”’”+ Zekariya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 8:23 IMboniselo(Efundwayo),1/2016, iphe. 20-21 IMboniselo,11/15/2014, iphe. 27 12/1/2005, iphe. 23-24 7/1/2005, iphe. 23 7/1/2004, iphe. 11-12 Imini KaYehova, iphe. 175-176 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 407-408 “Sonke ISibhalo”, iphe. 170-171
23 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Ngezo mini ke amadoda alishumi aphuma kuzo zonke iilwimi zeentlanga+ aya kubamba,+ ewe, okunene aya kubamba isondo lendoda engumYuda,+ esithi: “Siza kuhamba nani,+ kuba sivile ukuba uThixo unani.”’”+
8:23 IMboniselo(Efundwayo),1/2016, iphe. 20-21 IMboniselo,11/15/2014, iphe. 27 12/1/2005, iphe. 23-24 7/1/2005, iphe. 23 7/1/2004, iphe. 11-12 Imini KaYehova, iphe. 175-176 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 407-408 “Sonke ISibhalo”, iphe. 170-171