Mateyu 9:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Ngoko ke, hambani niyokufuna ukuba athetha ukuthini amazwi athi: ‘Ndithanda inceba kunemibingelelo.’+ Kuba andizanga kubiza malungisa, ndizokubiza aboni.” Mateyu 12:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ngoko ke, ukuba beniwazi ukuba athetha ukuthini amazwi athi, ‘Ndithanda inceba+ kunemibingelelo,’+ ngeningakhange nibagwebe abo bangenatyala.
13 Ngoko ke, hambani niyokufuna ukuba athetha ukuthini amazwi athi: ‘Ndithanda inceba kunemibingelelo.’+ Kuba andizanga kubiza malungisa, ndizokubiza aboni.”
7 Ngoko ke, ukuba beniwazi ukuba athetha ukuthini amazwi athi, ‘Ndithanda inceba+ kunemibingelelo,’+ ngeningakhange nibagwebe abo bangenatyala.