Mateyu 9:32, 33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 Ekumkeni kwawo, kwaziswa kuye umntu ongakwaziyo ukuthetha, ophethwe yidemon.+ 33 Emva kokuba ikhutshiwe loo demon, loo mntu watsho wakwazi ukuthetha.+ Abantu bamangaliswa baza bathi: “Ayizange khe yabonwa into enje kwaSirayeli.”+ Luka 11:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Emva koko, uYesu wakhupha idemon eyenza umntu angakwazi ukuthetha.+ Emva kokuba iphumile, loo mntu watsho wakwazi ukuthetha, baza bamangaliswa abantu.+
32 Ekumkeni kwawo, kwaziswa kuye umntu ongakwaziyo ukuthetha, ophethwe yidemon.+ 33 Emva kokuba ikhutshiwe loo demon, loo mntu watsho wakwazi ukuthetha.+ Abantu bamangaliswa baza bathi: “Ayizange khe yabonwa into enje kwaSirayeli.”+
14 Emva koko, uYesu wakhupha idemon eyenza umntu angakwazi ukuthetha.+ Emva kokuba iphumile, loo mntu watsho wakwazi ukuthetha, baza bamangaliswa abantu.+