Mateyu 20:26, 27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Mayingenzeki loo nto phakathi kwenu;+ kodwa nabani na ofuna ukuba mkhulu phakathi kwenu mayibe nguye osebenzela abanye,+ 27 yaye nabani na ofuna ukuba ngoyena uphambili phakathi kwenu, makabe likhoboka lenu.+ Marko 9:35 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 Ngoko wahlala phantsi, wabiza abapostile bakhe abayi-12 waza wathi kubo: “Ukuba nabani na ufuna ukuba ngowokuqala, umele abe ngowokugqibela kubo bonke aze asebenzele abanye.”+ Luka 9:48 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 48 waza wathi kubo: “Nabani na owamkela lo mntwana mncinci egameni lam, wamkela nam; ibe nabani na owamkela mna, wamkela naLowo undithumileyo.+ Kuba lowo uziphatha njengomncinci phakathi kwenu nonke nguye omkhulu.”+ Luka 22:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Nina ke ze ningabi njalo.+ Kodwa nabani na omkhulu phakathi kwenu makabe njengoyena mncinci,+ nalowo ukhokelayo mayibe nguye osebenzela abanye.
26 Mayingenzeki loo nto phakathi kwenu;+ kodwa nabani na ofuna ukuba mkhulu phakathi kwenu mayibe nguye osebenzela abanye,+ 27 yaye nabani na ofuna ukuba ngoyena uphambili phakathi kwenu, makabe likhoboka lenu.+
35 Ngoko wahlala phantsi, wabiza abapostile bakhe abayi-12 waza wathi kubo: “Ukuba nabani na ufuna ukuba ngowokuqala, umele abe ngowokugqibela kubo bonke aze asebenzele abanye.”+
48 waza wathi kubo: “Nabani na owamkela lo mntwana mncinci egameni lam, wamkela nam; ibe nabani na owamkela mna, wamkela naLowo undithumileyo.+ Kuba lowo uziphatha njengomncinci phakathi kwenu nonke nguye omkhulu.”+
26 Nina ke ze ningabi njalo.+ Kodwa nabani na omkhulu phakathi kwenu makabe njengoyena mncinci,+ nalowo ukhokelayo mayibe nguye osebenzela abanye.