INdumiso 2:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ookumkani bomhlaba bayemaNamagosa aphakamileyo aye amanyana*+Ukuze alwe noYehova nomthanjiswa* wakhe.+ Mateyu 27:1, 2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Kwathi kwakusa, bonke ababingeleli abaziintloko nabadala badibana ukuze bathethe ngendlela yokubulala uYesu.+ 2 Bambopha bemka naye, baza bamnikela kuPilato owayengumlawuli.+ Luka 22:66 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 66 Kwathi kusakusa, badibana abadala, ingababingeleli abaziintloko nababhali,+ baza bamsa kwiNkundla Ephakamileyo YamaYuda,* besithi: Yohane 18:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Emva koko, amaYuda amthatha uYesu kuKayafa amsa emzini womlawuli uPilato.+ Kodwa wona awazange angene, ukuze angazenzi angacoceki,+ kuba ayefuna ukukwazi ukutya isidlo sePasika. Ngelo xesha kwakusele kusekuseni. IZenzo 3:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 UThixo ka-Abraham, kaIsake nokaYakobi,+ uThixo wookhokho bethu, uye wamzukisa uMkhonzi wakhe,+ uYesu,+ lo niye namphika naza nanikela ngaye+ phambi koPilato, nakuba yena uPilato ebegqibe kwelokuba amkhulule. IZenzo 4:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Ookumkani bomhlaba bema, nabalawuli bamanyana ukuze balwe noYehova* nomthanjiswa wakhe.’*+
2 Ookumkani bomhlaba bayemaNamagosa aphakamileyo aye amanyana*+Ukuze alwe noYehova nomthanjiswa* wakhe.+
27 Kwathi kwakusa, bonke ababingeleli abaziintloko nabadala badibana ukuze bathethe ngendlela yokubulala uYesu.+ 2 Bambopha bemka naye, baza bamnikela kuPilato owayengumlawuli.+
66 Kwathi kusakusa, badibana abadala, ingababingeleli abaziintloko nababhali,+ baza bamsa kwiNkundla Ephakamileyo YamaYuda,* besithi:
28 Emva koko, amaYuda amthatha uYesu kuKayafa amsa emzini womlawuli uPilato.+ Kodwa wona awazange angene, ukuze angazenzi angacoceki,+ kuba ayefuna ukukwazi ukutya isidlo sePasika. Ngelo xesha kwakusele kusekuseni.
13 UThixo ka-Abraham, kaIsake nokaYakobi,+ uThixo wookhokho bethu, uye wamzukisa uMkhonzi wakhe,+ uYesu,+ lo niye namphika naza nanikela ngaye+ phambi koPilato, nakuba yena uPilato ebegqibe kwelokuba amkhulule.