Mateyu 24:42 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 42 Ngoko ke, hlalani nithe qwa, kuba aniyazi imini eza ngayo iNkosi yenu.+ Marko 13:35 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 Ngoko ke hlalani nithe qwa, kuba animazi ukuba ubuya nini umnikazi wendlu;+ animazi nokuba uza kubuya ngorhatya, okanye ezinzulwini zobusuku, okanye ngomsobomvu,* okanye ekuseni,+ ISityhilelo 6:16, 17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Babesithi kwiintaba nakumawa: “Siweleni+ nize nisifihle kuLowo uhleli etroneni+ nakumsindo weMvana,*+ 17 kuba ifikile imini yabo enkulu yomsindo,+ ngoko ngubani onokumelana nayo?”+ ISityhilelo 16:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 “Jonga! Ndiza njengesela.+ Wonwabile umntu ohlala ethe qwa+ nozigcinayo izambatho zakhe zangaphezulu, ukuze angahambi ze baze abantu babone ihlazo lakhe.”+
35 Ngoko ke hlalani nithe qwa, kuba animazi ukuba ubuya nini umnikazi wendlu;+ animazi nokuba uza kubuya ngorhatya, okanye ezinzulwini zobusuku, okanye ngomsobomvu,* okanye ekuseni,+
16 Babesithi kwiintaba nakumawa: “Siweleni+ nize nisifihle kuLowo uhleli etroneni+ nakumsindo weMvana,*+ 17 kuba ifikile imini yabo enkulu yomsindo,+ ngoko ngubani onokumelana nayo?”+
15 “Jonga! Ndiza njengesela.+ Wonwabile umntu ohlala ethe qwa+ nozigcinayo izambatho zakhe zangaphezulu, ukuze angahambi ze baze abantu babone ihlazo lakhe.”+