Zefaniya 1:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Imini enkulu kaYehova isondele!+ Isondele yaye ikhawuleza kakhulu!+ Isandi semini kaYehova sikrakra.+ Ngaloo mini kuza kukhala nekroti.+ Zefaniya 1:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Isilivere yabo negolide yabo azizukukwazi ukubasindisa ngemini yomsindo kaYehova,+Kuba wonke umhlaba uza kuqwengwa ngumlilo wokuzimisela kwakhe,+Ngenxa yokuba uza kubatshabalalisa ngendlela eyoyikekayo bonke abantu abasemhlabeni.”+ Roma 2:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Kodwa ngenxa yokuba unenkani nentliziyo elukhuni, uya ubangela uThixo abe nomsindo. UThixo uza kuwubonakalisa umsindo wakhe ngemini agweba ngayo ngobulungisa.+
14 Imini enkulu kaYehova isondele!+ Isondele yaye ikhawuleza kakhulu!+ Isandi semini kaYehova sikrakra.+ Ngaloo mini kuza kukhala nekroti.+
18 Isilivere yabo negolide yabo azizukukwazi ukubasindisa ngemini yomsindo kaYehova,+Kuba wonke umhlaba uza kuqwengwa ngumlilo wokuzimisela kwakhe,+Ngenxa yokuba uza kubatshabalalisa ngendlela eyoyikekayo bonke abantu abasemhlabeni.”+
5 Kodwa ngenxa yokuba unenkani nentliziyo elukhuni, uya ubangela uThixo abe nomsindo. UThixo uza kuwubonakalisa umsindo wakhe ngemini agweba ngayo ngobulungisa.+