-
Mateyu 20:25-27IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
25 Kodwa uYesu wababizela kuye waza wathi: “Niyazi ukuba abalawuli beentlanga babatsalisa nzima abantu, ibe babalawula ngegqudu.+ 26 Mayingenzeki loo nto phakathi kwenu;+ kodwa nabani na ofuna ukuba mkhulu phakathi kwenu mayibe nguye osebenzela abanye,+ 27 yaye nabani na ofuna ukuba ngoyena uphambili phakathi kwenu, makabe likhoboka lenu.+
-
-
Marko 10:42-44IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
42 Kodwa uYesu wababizela kuye waza wathi: “Niyazi ukuba abalawuli* beentlanga babatsalisa nzima abantu, ibe babalawula ngegqudu.+ 43 Mayingenzeki loo nto phakathi kwenu; kodwa nabani na ofuna ukuba mkhulu phakathi kwenu mayibe nguye osebenzela abanye,+ 44 yaye nabani na ofuna ukuba ngoyena uphambili phakathi kwenu, makabe likhoboka lenu.
-