Yohane 15:26, 27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Ndiza kunithumelela umoya oyingcwele ovela kuTata, oyenza icace inyaniso,+ wona uza kunenza nazi ukuba ndingubani;+ 27 nina ke niza kungqina ukuba ndingubani,+ kuba beninam kwasekuqaleni. IZenzo 1:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Kodwa niza kuba namandla xa nifumana umoya oyingcwele,+ ibe niza kuba ngamangqina+ am eYerusalem,+ kulo lonke elakwaYuda naseSamariya,+ de niyokufika nakwezona ndawo zikude emhlabeni.”*+
26 Ndiza kunithumelela umoya oyingcwele ovela kuTata, oyenza icace inyaniso,+ wona uza kunenza nazi ukuba ndingubani;+ 27 nina ke niza kungqina ukuba ndingubani,+ kuba beninam kwasekuqaleni.
8 Kodwa niza kuba namandla xa nifumana umoya oyingcwele,+ ibe niza kuba ngamangqina+ am eYerusalem,+ kulo lonke elakwaYuda naseSamariya,+ de niyokufika nakwezona ndawo zikude emhlabeni.”*+