Mateyu 14:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Uthe akuyiva le nto uYesu, wemka apho ngesikhephe wayokuhlala yedwa. Kodwa abantu beva ukuba uhambile, bamlandela ngeenyawo bevela ezixekweni.+ Luka 9:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Bathi bakubuya abapostile babalisela uYesu yonke into ababeyenzile.+ Ngoko wabathatha waya nabo kwindawo engenabantu kwisixeko ekuthiwa yiBhethesayida.+
13 Uthe akuyiva le nto uYesu, wemka apho ngesikhephe wayokuhlala yedwa. Kodwa abantu beva ukuba uhambile, bamlandela ngeenyawo bevela ezixekweni.+
10 Bathi bakubuya abapostile babalisela uYesu yonke into ababeyenzile.+ Ngoko wabathatha waya nabo kwindawo engenabantu kwisixeko ekuthiwa yiBhethesayida.+