23 Ngenxa yokuba uThixo ethanda yaye esazi kwangaphambili, wayinikela le ndoda+ naza nina nayibethelela esibondeni ngesandla sabantu abangenamthetho, nayibulala.+ 24 Kodwa uThixo wayivusa+ ukuze ingabotshwa kukufa, kuba kwakungenakwenzeka ukuba ibanjwe nkqi kuko.+