27 Kuba nyhani uHerode, uPontiyo Pilato,+ abantu beentlanga nabakwaSirayeli baqokelelana kwesi sixeko ukuze balwe nomkhonzi wakho ongcwele uYesu, lo wamthambisayo,+ 28 ukuze benze into owayichaza kwangaphambili. Wayenza le nto ngamandla akho ukuze kwenziwe ukuthanda kwakho.+