Luka 10:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Emva koko uYesu wathi kubo: “Ndibona uSathana esiwa+ ezulwini okombane. ISityhilelo 12:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ngoko yaphoswa phantsi emhlabeni inamba enkulu,+ laa nyoka yakudala,+ le ibizwa ngokuba nguMtyholi,+ uSathana,+ lo ulahlekisa umhlaba wonke.+ Waphoswa phantsi emhlabeni,+ neengelosi zakhe zaphoswa phantsi kunye naye.
9 Ngoko yaphoswa phantsi emhlabeni inamba enkulu,+ laa nyoka yakudala,+ le ibizwa ngokuba nguMtyholi,+ uSathana,+ lo ulahlekisa umhlaba wonke.+ Waphoswa phantsi emhlabeni,+ neengelosi zakhe zaphoswa phantsi kunye naye.