Isaya 53:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Kodwa yayiyinjongo kaYehova ukumtyumza,* ibe wamyeka wagula. Ukuba wena Thixo unikela ubomi bakhe njengomnikelo wetyala,+Uza kuyibona inzala* yakhe, uza kuyenza mide imihla yakhe,+Yaye kuza kwenzeka ngaye ukuthanda kukaYehova.+ Luka 24:44 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 44 Emva koko wathi kubo: “Ngokuya ndandikunye nani, ndanixelela+ ukuba zimele zenzeke zonke izinto ezibhaliweyo ngam eMthethweni kaMoses, kwiincwadi zabaProfeti nakwiiNdumiso.”+ IZenzo 2:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Ngenxa yokuba uThixo ethanda* yaye esazi kwangaphambili, wayinikela le ndoda+ naza nina nayibethelela esibondeni ngesandla sabantu abangenamthetho, nayibulala.+ 1 Petros 1:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Yena ke wakhethwa kwangaphambi kokusekwa kwehlabathi,*+ kodwa wabonakaliswa ekupheleni kwamaxesha ngenxa yenu.+
10 Kodwa yayiyinjongo kaYehova ukumtyumza,* ibe wamyeka wagula. Ukuba wena Thixo unikela ubomi bakhe njengomnikelo wetyala,+Uza kuyibona inzala* yakhe, uza kuyenza mide imihla yakhe,+Yaye kuza kwenzeka ngaye ukuthanda kukaYehova.+
44 Emva koko wathi kubo: “Ngokuya ndandikunye nani, ndanixelela+ ukuba zimele zenzeke zonke izinto ezibhaliweyo ngam eMthethweni kaMoses, kwiincwadi zabaProfeti nakwiiNdumiso.”+
23 Ngenxa yokuba uThixo ethanda* yaye esazi kwangaphambili, wayinikela le ndoda+ naza nina nayibethelela esibondeni ngesandla sabantu abangenamthetho, nayibulala.+
20 Yena ke wakhethwa kwangaphambi kokusekwa kwehlabathi,*+ kodwa wabonakaliswa ekupheleni kwamaxesha ngenxa yenu.+