Genesis 23:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 UAbraham wammamela uEfron, waza walinganisela uEfron ixabiso lesilivere awayelibize besiva oonyana bakaHeti, iishekele* zesilivere eziyi-400 ngokomlinganiselo osetyenziswa ngoosomashishini.+ Eksodus 13:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 UMoses wahamba namathambo kaYosefu, kuba uYosefu wayebafungisile oonyana bakaSirayeli, wathi: “Ngokuqinisekileyo uThixo uza kuninceda. Nize nihambe namathambo am xa nihamba apha.”+ Yoshuwa 24:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 Amathambo kaYosefu,+ awemka nawo amaSirayeli eYiputa, angcwatywa eShekem kwintsimi eyayithengwe nguYakobi koonyana bakaHamore,+ utata kaShekem, ngamaqhosha emali ayi-100;+ kwaye loo ntsimi yaba lilifa loonyana bakaYosefu.+
16 UAbraham wammamela uEfron, waza walinganisela uEfron ixabiso lesilivere awayelibize besiva oonyana bakaHeti, iishekele* zesilivere eziyi-400 ngokomlinganiselo osetyenziswa ngoosomashishini.+
19 UMoses wahamba namathambo kaYosefu, kuba uYosefu wayebafungisile oonyana bakaSirayeli, wathi: “Ngokuqinisekileyo uThixo uza kuninceda. Nize nihambe namathambo am xa nihamba apha.”+
32 Amathambo kaYosefu,+ awemka nawo amaSirayeli eYiputa, angcwatywa eShekem kwintsimi eyayithengwe nguYakobi koonyana bakaHamore,+ utata kaShekem, ngamaqhosha emali ayi-100;+ kwaye loo ntsimi yaba lilifa loonyana bakaYosefu.+