19 Ngoko ke, hambani niyokubenza abafundi abantu beentlanga zonke,+ nibabhaptize+ egameni likaTata neloNyana nelomoya oyingcwele, 20 nibafundise ukuba benze yonke into endiniyalele yona.+ Ibe jongani! Ndikunye nani yonke imihla de kube sekuphelisweni kweli hlabathi.”+