-
1 Petros 2:9, 10IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
9 Kodwa nina “niluhlanga olukhethiweyo, ababingeleli basebukhosini,+ isizwe esingcwele, abantu bakhe abakhethileyo,+ ukuze nishumayele kuyo yonke indawo ngeempawu ezimangalisayo”*+ zaLowo wanikhuphayo ebumnyameni waza wanifaka ekukhanyeni kwakhe okumangalisayo.+ 10 Kuba nanikhe anabi ngabantu bakaThixo, kodwa ngoku ningabo;+ naningenzelwanga nceba, kodwa ngoku niyenzelwe.+
-