Hoseya 1:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 “Inani labantu* bakwaSirayeli liza kuba njengesanti yolwandle engenakulinganiswa okanye ibalwe.+ Kwindawo ekwakusithiwa kubo, ‘Aningobantu bam,’+ kuza kuthiwa kubo, ‘Ningoonyana boThixo ophilayo.’+ IZenzo 15:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 USimiyon+ uye wabalisa kakuhle ukuba uThixo uye waqalisa ukubakhetha ezintlangeni abantu abaza kubizwa ngegama lakhe.+ Roma 9:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Kunjengokuba esithi kwincwadi kaHoseya: “Abo bangengobantu bam+ ndiza kuthi ‘bangabantu bam,’ nakumfazi obengathandwa ndiza kuthi ‘sithandwa’;+
10 “Inani labantu* bakwaSirayeli liza kuba njengesanti yolwandle engenakulinganiswa okanye ibalwe.+ Kwindawo ekwakusithiwa kubo, ‘Aningobantu bam,’+ kuza kuthiwa kubo, ‘Ningoonyana boThixo ophilayo.’+
14 USimiyon+ uye wabalisa kakuhle ukuba uThixo uye waqalisa ukubakhetha ezintlangeni abantu abaza kubizwa ngegama lakhe.+
25 Kunjengokuba esithi kwincwadi kaHoseya: “Abo bangengobantu bam+ ndiza kuthi ‘bangabantu bam,’ nakumfazi obengathandwa ndiza kuthi ‘sithandwa’;+